Song “Zahara: Umfazi Lyrics” from Zahara Lyrics album:


Strength of a woman comes from within
You may get her down today, she will surely come around
Strength of a woman comes from within
You can get her down today, she will surely come around

Inyand’entloko, usan’emqolo
Ibuhlung’intliziyo yam
Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam
Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam

Ndizamukuphakamis’intloko yam
Umphefumlo wam, awuvumi
Ibuhlungu intliziyo yam
Ndizam’ukubopha amaxonya ‘am
Izandla zam zidangele
Ibuhlungu intliziyo yam

Ndikunikil’uthando ndakunik’ubomi bam
Ndakunika konke nesizalo sam
Ngoku ndiyampampatha, ngoku andiyazi
Beniphi ixesha lonke mna ndinifuna

Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam
Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam
Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam

Zahara: Umfazi Lyrics from Zahara Lyrics

Zahara: Umfazi Lyrics Lyrics are property and copyright of their owners. Zahara: Umfazi Lyrics from Zahara Lyrics only provided to serve for educational purposes and personal use.

Share Song Zahara: Umfazi Lyrics and get comment bellow:

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here